Abanambeko ke abazali.
Phofu owam umama akandingxolisi naphakathi kwabantu. She tried ngenye imini ndenyusa amehlo wathula.
Ahh, sakhe sehlisana sisenyuka apha endlini no mama endingxolisa ndaqond& #39;ba andizomyeka. Over CLEANING! Mna andisoze ndigezelwe ngumzali ekhaya shame, rather ayokhangela indawo yohlala for yena.